1
UYOSHUWA 21:45
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Akuwanga zwi phantsi, emazwini onke alungileyo awawathethayo uYehova kwindlu kaSirayeli; enzeka onke.
Compare
Explore UYOSHUWA 21:45
2
UYOSHUWA 21:44
UYehova wawaphumza ngeenxa zonke, njengako konke awabafungelayo ooyise; akwabakho mntu ezintshabeni zawo zonke umayo phambi kwawo. Zonke iintshaba zawo uYehova wazinikela esandleni sawo.
Explore UYOSHUWA 21:44
3
UYOSHUWA 21:43
UYehova wawanika ke amaSirayeli lonke ilizwe abelifungele ooyise ukuba wobanika; alihlutha ahlala kulo.
Explore UYOSHUWA 21:43