1
UYEREMIYA 29:11
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ngokuba ndiyazazi iingcinga endizicingayo ngani, utsho uYehova: iingcinga zoxolo, ezingezizo ezobubi; ukuba ndininikè ikamva nethemba.
Compare
Explore UYEREMIYA 29:11
2
UYEREMIYA 29:13
Niya kundifuna, nindifumane, xa nithe nandifuna ngentliziyo yenu yonke
Explore UYEREMIYA 29:13
3
UYEREMIYA 29:12
Niya kundinqula, nize nithandaze kum, ndiniphulaphule.
Explore UYEREMIYA 29:12
4
UYEREMIYA 29:14
ndifumaneke kuni; utsho uYehova. Ndiya kukubuyisa ukuthinjwa kwenu, ndinibuthe ezintlangeni zonke, nasezindaweni zonke endanigxothela kuzo, utsho uYehova
Explore UYEREMIYA 29:14
5
UYEREMIYA 29:10
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Xenikweni iBhabheli izaliselwe iminyaka emashumi asixhenxe, ndiya kunivelela, ndilimise kuni ilizwi lam elilungileyo, lokunibuyisela kule ndawo.
Explore UYEREMIYA 29:10