1
ABAGWEBI 4:4
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke kaloku uDebhora, umprofetikazi, umkaLapidoti, ebewalawula amaSirayeli ngelo xesha.
Compare
Explore ABAGWEBI 4:4
2
ABAGWEBI 4:9
Wathi ke, Ukuhamba ndiya kuhamba nawe, kodwa akuyi kuba naludumo kule ndlela uyihambayo; ngokuba uYehova uya kuthengisa ngoSisera, amnikele esandleni senkazana. Wesuka ke uDebhora waya noBharaki eKedeshe.
Explore ABAGWEBI 4:9