1
IGENESIS 33:4
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wagidima uEsawu emkhawulela, wamwola, wawa entanyeni yakhe, wamanga; basitsho isililo.
Compare
Explore IGENESIS 33:4
2
IGENESIS 33:20
Wamisa khona isibingelelo, wathi ukusithiya nguThixo, uThixo kaSirayeli.
Explore IGENESIS 33:20