1
UHEZEKILE 21:27
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ndiya kukuphenula ndikuphenule, ndikuphenule; kwanako oko akuyi kuba kuko, koda kufike lowo kukokwakhe ukugweba; ndikùnike yena.
Compare
Explore UHEZEKILE 21:27
2
UHEZEKILE 21:26
Luya kususwa unkontsho, sithulwe nesithsaba; oko koko, namhla kunamhla; okuthobekileyo kuya kuphakanyiswa, okuphakamileyo kuya kuthotywa.
Explore UHEZEKILE 21:26