1
IDUTERONOMI 26:19
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ukuba nibe yindumiso, negama, nendili; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo.
Compare
Explore IDUTERONOMI 26:19
2
IDUTERONOMI 26:18
NoYehova namhla unibangile nina, wathi ningabantu abayinqobo kuye, njengoko wathethayo kuni, ukuze niyigcine yonke imithetho yakhe
Explore IDUTERONOMI 26:18