1
IDUTERONOMI 20:4
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
ngokuba uYehova uThixo wenu uhamba nani, ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.
Compare
Explore IDUTERONOMI 20:4
2
IDUTERONOMI 20:1
Xa uthe waphuma waya kulwa neentshaba zakho, waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa, abantu abaninzi kunawe, uze ungaboyiki; ngokuba únawe uYehova uThixo wakho, owakunyusayo ezweni laseYiputa.
Explore IDUTERONOMI 20:1
3
IDUTERONOMI 20:3
Nisòndele namhla ekulweni neentshaba zenu; mayingathambi intliziyo yenu, musani ukoyika, musani ukuphakuzela, musani ukungcangcazela ebusweni bazo
Explore IDUTERONOMI 20:3