1
IDUTERONOMI 17:19
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Yoba ngakuye alese kuyo imihla yonke yobomi bakhe, ukuze afunde ukumoyika uYehova uThixo wakho, nokuwagcina onke amazwi alo myalelo nale mimiselo, ukuba awenze
Compare
Explore IDUTERONOMI 17:19
2
IDUTERONOMI 17:17
Makangazandiseli bafazi, ize ityeke intliziyo yakhe; angazandiseli kakhulu silivere nagolide.
Explore IDUTERONOMI 17:17
3
IDUTERONOMI 17:18
Wóthi, xenikweni athe wahlala etroneni yobukumkani bakhe, azibhalele impinda yombhalo yaló myalelo encwadini, ethabatha kwephambi kwababingeleli abaLevi.
Explore IDUTERONOMI 17:18