1
KWABASEKORINTE II 2:14-15
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Makubulelwe ke kuThixo, ohlala eduma ngathi sikuKristu, elibonakalalisa ngathi ivumba lokwaziwa kwakhe ezindaweni zonke. Ngokuba kuye uThixo silivumba elimnandi likaKristu, phakathi kwabasindiswayo naphakathi kwabatshabalalayo.
Compare
Explore KWABASEKORINTE II 2:14-15