1
USAMUWELI I 9:16
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ngeli xesha ngomso, ndiya kuthumela kuwe indoda yasezweni lakwaBhenjamin, ukuze uyithambise, ibe yingànga yabantu bam amaSirayeli, ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti; ngokuba ndibabonile abantu bam; kuba ukukhala kwabo kufikile kum.
Compare
Explore USAMUWELI I 9:16
2
USAMUWELI I 9:17
USamuweli wambona uSawule. UYehova wamphendula, wathi, Nantso loo ndoda ndibe ndithethe kuwe ngayo. Yiyo eya kuphatha ubukhosi phezu kwabantu bam.
Explore USAMUWELI I 9:17
Home
Bible
Plans
Videos