1
USAMUWELI I 4:18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kwathi, akukhankanya ityeya kaThixo, wawa esihlalweni sakhe, eqethuka ngomva ngasecaleni kwesango, waphuka ilungu lentamo, wafa; ngokuba indoda leyo ibiselilixhego; inzima. Yayiwalawula amaSirayeli iminyaka emashumi mané.
Compare
Explore USAMUWELI I 4:18
2
USAMUWELI I 4:21
Wathi umntwana nguIkabhode,• esithi, Uzuko lumkile kwaSirayeli, ngenxa yokuthinjwa kwetyeya kaThixo, nangenxa yoyise wendoda, nendoda yakhe.
Explore USAMUWELI I 4:21
3
USAMUWELI I 4:22
Wathi, Uzuko lumkile kwaSirayeli; kuba ityeya kaThixo ithinjiwe.
Explore USAMUWELI I 4:22
Home
Bible
Plans
Videos