1
USAMUWELI I 12:24
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kodwa moyikeni uYehova, nimkhonze ngenyaniso, ngentliziyo yenu yonke; ngokuba kuboneni okukhulu anenzele khona.
Compare
Explore USAMUWELI I 12:24
2
USAMUWELI I 12:22
Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe, ngenxa yegama lakhe elikhulu; ngokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.
Explore USAMUWELI I 12:22
3
USAMUWELI I 12:20
Wathi uSamuweli ebantwini, Musani ukoyika. Nina nibenzile bonke obo bubi; noko ke musani ukutyeka ekumlandeleni uYehova; mkhonzeni uYehova ngentliziyo yenu yonke.
Explore USAMUWELI I 12:20
4
USAMUWELI I 12:21
Ize ningatyeki; ngokuba ningába nilandela izinto ezililizé, ezingenakunyusa, ezingenakuhlangula, ngokuba zililizé.
Explore USAMUWELI I 12:21