YouVersion embleem
BybelLeesplanneVideo's
Kry die toep
Taalkieser
Soek-ikoon

Gewilde Bybelverse vanaf iGenesis iGenesis 18

1

iGenesis iGenesis 18:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngaba ikho into angenakuyenza uYehova? Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, lakubuya eli xesha, uSara abe nonyana.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 18:14

2

iGenesis iGenesis 18:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uSara wahleka entliziyweni yakhe, wathi, Ndingade ndibe noyolo na ndaluphele, nenkosi yam yaluphele nje?

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 18:12

3

iGenesis iGenesis 18:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yabonani, uAbraham uya kuba luhlanga olukhulu, olunamandla, zisikeleleke ngaye iintlanga zonke zehlabathi.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 18:18

4

iGenesis iGenesis 18:23-24

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wasondela uAbraham, wathi, Ungatshabalalisa na olilungisa nongendawo? Mhlawumbi kukho amashumi amahlanu amalungisa phakathi komzi; Niya kuyitshabalalisa na ke loo ndawo, ningawacongi amalungisa amashumi mahlanu akuyo?

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 18:23-24

5

iGenesis iGenesis 18:26

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana amalungisa amashumi mahlanu emzini waseSodom, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 18:26

Vorige hoofstuk
Volgende hoofstuk
YouVersion

Moedig jou aan en daag jou uit om elke dag intimiteit met God op te soek.

Bediening

Iets oor ons

Loopbane

Vrywilliger

Webjoernaal

Media

Nuttige skakels

Hulp

Skenk

Bybelweergawes

Klankbybels

Bybeltale

Vers-van-die-dag


'n Digitale bediening van

Life.Church
Afrikaans (South Africa)

©2026 Life.Church / YouVersion

PrivaatheidsbeleidVoorwaardes
Program vir die openbaarmaking van kwesbaarheid
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest