1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:14
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Musani ukunxulumana nabolunye uhlobo, abangakholwayo ke; kuba kunakwabelana kuni na ubulungisa nokuchasa umthetho? Kunabudlelane buni na ke ukukhanya nobumnyama?
对照
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:14
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:16
Inakudibana kuni na ke itempile kaThixo nezithixo? Kuba nina niyitempile kaThixo ophilileyo; njengokuba watshoyo uThixo ukuthi, Ndiya kuhlala phakathi kwabo, ndihambe phakathi kwabo; ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:16
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:17-18
Kungoko ndithi, Phumani phakathi kwabo, nizahlule, itsho iNkosi, nento engcolileyo ningayichukumisi; kwaye ndiya kunamkela; Ndiya kuba nguyihlo, nina nibe ngoonyana neentombi kum; itsho iNkosi uSomandla.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:17-18
4
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:15
Unakuvumelana kuni na ke uKristu noBheliyali? Unasabelo sini na ke okholwayo kunye nongakholwayo?
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 6:15
主页
圣经
计划
视频