KwabaseKorinte 2 6:14
KwabaseKorinte 2 6:14 CXB24
Musani ukunxulumana nabolunye uhlobo, abangakholwayo ke; kuba kunakwabelana kuni na ubulungisa nokuchasa umthetho? Kunabudlelane buni na ke ukukhanya nobumnyama?