KwabaseKorinte 2 6:17-18
KwabaseKorinte 2 6:17-18 CXB24
Kungoko ndithi, Phumani phakathi kwabo, nizahlule, itsho iNkosi, nento engcolileyo ningayichukumisi; kwaye ndiya kunamkela; Ndiya kuba nguyihlo, nina nibe ngoonyana neentombi kum; itsho iNkosi uSomandla.




