YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5 的热门经文

1

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:17

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ke, ukuba ubani ukuKristu, usisidalwa esitsha; izinto ezindala zidlule; yabonani, zisuke zaba ntsha izinto zonke.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:17

2

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

kuba lowo ungazani nasono, wamenza isono ngenxa yethu; ukuze thina sibe bubulungisa bukaThixo kuye.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:21

3

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

(Kuba sihamba ngokholo, asihambi ngokubona;)

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:7

4

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:18-19

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Zonke izinto ke ziphuma kuThixo, owasixolelanisa naye ngokwakhe ngoYesu Kristu, wasinika ulungiselelo loxolelaniso; Oko ke, uThixo waye ekuKristu, elixolelanisa naye ngokwakhe ihlabathi, engazibaleli kubo iziphoso zabo; yaye uphathise kuthi ilizwi loxolelaniso.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:18-19

5

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Sizizigidimi ke ngoko ngenxa kaKristu, ngokungathi uThixo uniyala ngathi; siyanikhunga ngenxa kaKristu, manixolelaniswe naye uThixo

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:20

6

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:15-16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo. Ngoko ke thina sisusela kweli xesha, asisazi namnye ngokwenyama; nokuba ke besimazi uKristu ngokwenyama, kungoku asisamazi ngokwenyama.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:15-16

7

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kaloku uthando lukaKristu lusifingile nje; Kuba sigqiba kwelithi, omnye ufele bonke emnye, ngoko bafile bonke abo

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 5:14

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频