1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kaloku ukuba buhlungu ngokukaThixo kusebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.
对照
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:10
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:1
Sinawo nje ngoko la madinga, zintanda, masizihlambulule kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya sibufeza ubungcwele, sisoyika uThixo.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:1
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:9
Ngoku ke ndiyavuya, ndingavuyeli kuba neenziwa buhlungu, ndivuyela ukuba nenziwa buhlungu ngokwasinga enguqukweni
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:9
主页
圣经
计划
视频