Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uIsaya uIsaya 36

1

uIsaya uIsaya 36:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke ukuba nithi kum, Sikholose ngoYehova uThixo wethu, ndithi, Asinguye na uHezekiya owadiliza izibingelelo eziphakamileyo nezibingelelo zakhe, wathi kumaYuda nakwiYerusalem, Ize niqubude phambi kwesi sibingelelo sodwa?

Thelekisa

Phonononga uIsaya uIsaya 36:7

2

uIsaya uIsaya 36:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngomnyaka weshumi elinesine wobukumkani bukaHezekiya, ukumkani waseAsiriya uSenaribhe wayithimba yonke imizi enqatyisiweyo yakwaYuda, wayingenela.

Thelekisa

Phonononga uIsaya uIsaya 36:1

3

uIsaya uIsaya 36:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bathi cwaka ke, abamphendula nelizwi elinye; ngokuba umthetho wokumkani ubusithi, Musani ukumphendula.

Thelekisa

Phonononga uIsaya uIsaya 36:21

4

uIsaya uIsaya 36:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nguwuphi na koothixo bonke bala mazwe owalihlangulayo ilizwe lakhe esandleni sam, ukuze uYehova ayisindise iYerusalem esandleni sam?

Thelekisa

Phonononga uIsaya uIsaya 36:20

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest