UISAYA 36:20 - Compare All Versions
UISAYA 36:20 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwuphi na koothixo bonke bala mazwe olihlanguleyo ilizwe lakhe esandleni sam, ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?
Yabelana
UISAYA 36 XHO75UISAYA 36:20 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguwuphi kwaba thixo bezi zizwe xa bebonke owakha wanako ukuhlangula ilizwe esandleni sam? Ke, uNdikhoyo lowo yena angayihlangula njani iJerusalem esandleni sam?”
Yabelana
UISAYA 36 XHO96UISAYA 36:20 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngobanina pakati kwabo bonke otixo bamazwe lawo, abalisindisileyo ilizwe labo esandleni sam, ukuba UYEHOVA ayisindise i‐Yerusaleme esandleni sam?
Yabelana
UISAYA 36 XHO1902AUISAYA 36:20 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Nguwuphi na koothixo bonke bala mazwe owalihlangulayo ilizwe lakhe esandleni sam, ukuze uYehova ayisindise iYerusalem esandleni sam?
Yabelana
UISAYA 36 CXB24