UISAYA 36:21 - Compare All Versions
UISAYA 36:21 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi tu, àbamphendula nazwi; ngokuba umthetho wokumkani wona ubusithi, Nize ningamphenduli.
Yabelana
UISAYA 36 XHO75UISAYA 36:21 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke bona abantu abo bathula bathi cwaka, abaphendula, kuba kaloku ukumkani uHezekiya wayebayalile wathi: “Ze ningamphenduli.”
Yabelana
UISAYA 36 XHO96UISAYA 36:21 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko bebesiti cwaka, bengampendulanga nangazwi; ngokuba umyalelo wokumkani ubungowokuti: Aniyi kumpendula.
Yabelana
UISAYA 36 XHO1902AUISAYA 36:21 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Bathi cwaka ke, abamphendula nelizwi elinye; ngokuba umthetho wokumkani ubusithi, Musani ukumphendula.
Yabelana
UISAYA 36 CXB24