Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uIsaya uIsaya 37

1

uIsaya uIsaya 37:16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yehova wemikhosi, Thixo kaSirayeli, wena uhleli phezu kweekerubhi, unguThixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; Wenza izulu nehlabathi.

Thelekisa

Phonononga uIsaya uIsaya 37:16

2

uIsaya uIsaya 37:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke kaloku, Yehova Thixo wethu, sihlangule esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zehlabathi zazi ukuba nguwe wedwa uYehova.

Thelekisa

Phonononga uIsaya uIsaya 37:20

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uIsaya uIsaya 37

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest