1
I‐Genesise 37:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Waye u‐Josefe wapupa ipupa, walixela kubakuluwe bake; baza bongezelela ukumzonda ngakumbi.
ஒப்பீடு
I‐Genesise 37:5 ஆராயுங்கள்
2
I‐Genesise 37:3
Waye u‐Sirayeli watanda u‐Josefe ngapezu kwabo bonke onyana bake, ngokuba ebengunyana wobuxego bake; wayemenzele ingubo yamabala ngamabala.
I‐Genesise 37:3 ஆராயுங்கள்
3
I‐Genesise 37:4
Baza abakuluwe bake, bakubona ukuba uyise wabo uyamtanda ngapezu kwabo bonke abakuluwe bake, bamzonda, bakohlwa nakukuteta naye ngoxolo.
I‐Genesise 37:4 ஆராயுங்கள்
4
I‐Genesise 37:9
Wabuya wapupa nelinye ipupa, wabalisa kwa lona kubakuluwe bake; wati: Bona ke, ndipupile ipupa kanjako; kekaloku bona ke, ilanga, nenyanga, nenkwenkwezi zilishumi elinanye, zatoba pantsi pambi kwam.
I‐Genesise 37:9 ஆராயுங்கள்
5
I‐Genesise 37:11
Baye benomona ngakuye abakuluwe bake; kanti uyise wagqala isiteto eso.
I‐Genesise 37:11 ஆராயுங்கள்
6
I‐Genesise 37:6-7
Wayesiti kubo: Kanipulapule elipupa endilipupileyo. Kekaloku bona ke, sibe sibopa izitungu pakati kwentsimi; kanjalo bona ke, sesuka isitungu sam, sapakama nokupakama; kanjako bona ke, izitungu zenu zema ngokungqonga, zatoba pantsi pambi kwesitungu sam.
I‐Genesise 37:6-7 ஆராயுங்கள்
7
I‐Genesise 37:20
Yizani ke kaloku, size simbulale, simpose kwomnye waleminxuma; sasiya kuti: Udliwe liṙamncwa; sandule sibone ukuba oba yinto nina amapupa ake.
I‐Genesise 37:20 ஆராயுங்கள்
8
I‐Genesise 37:28
Kwandu ukudlula ama‐Midiyane, engabatengi; baza bar̔ola banyusa u‐Josefe emnxunyeni, bamtengisa u‐Josefe kuma‐Shimayeli lawo ngeshekele zesilivere ezimashumi; mabini; ati wona amsa u‐Josefe e‐Jipete.
I‐Genesise 37:28 ஆராயுங்கள்
9
I‐Genesise 37:19
Baye besiti omnye kwomnye: Nanku lompupi esiza!
I‐Genesise 37:19 ஆராயுங்கள்
10
I‐Genesise 37:18
Bati bakumbona esekude, kwa engekasondeli kubo, bamceba ukuba bamfise.
I‐Genesise 37:18 ஆராயுங்கள்
11
I‐Genesise 37:22
Walekela u‐Rubene ukuti kubo: Ningapalazi igazi; mposeni kulomnxuma osentlango, ningabeki isandla pezu kwake. Watsho ngokunga angamhlangula ezandleni zabo, ukuze ambuyisele kuyise.
I‐Genesise 37:22 ஆராயுங்கள்