Logoja YouVersion
Ikona e kërkimit

IINDUMISO 52:9

IINDUMISO 52:9 XHO96

Ngenxa yesi senzo sakho, Thixo, ndiya kukudumisa njalo-njalo. Ndithembele kuwe kuba ulungile. Ewe, ndiya kukubhengeza phakathi kwâbo bakuthandayo.