1
IINDUMISO 94:19
IBHAYIBHILE
XHO96
Xa ndandinxubile, ndixhalabile, wandithuthuzela, wandonwabisa wena.
Krahaso
Eksploroni IINDUMISO 94:19
2
IINDUMISO 94:18
Xa ndandisendisithi ndiyoyisakala, wandixhasa ngezibele zakho wena, Ndikhoyo.
Eksploroni IINDUMISO 94:18
3
IINDUMISO 94:22
Kodwa ngumkhuseli wam yena uThixo; yinqaba endizimela ngayo.
Eksploroni IINDUMISO 94:22
4
IINDUMISO 94:12
Unoyolo lowo uyalwa nguwe, Ndikhoyo; nditsho ofundiswa nguwe umyalelo wakho.
Eksploroni IINDUMISO 94:12
5
IINDUMISO 94:17
Ukuba bendingancedwanga nguNdikhoyo, ngesele ndikwantsonga-nyawana.
Eksploroni IINDUMISO 94:17
6
IINDUMISO 94:14
Kaloku akayi kubafulathela abantu bakhe uNdikhoyo; akasoze ayilahle indlu yakhe.
Eksploroni IINDUMISO 94:14