1
IINDUMISO 74:16
IBHAYIBHILE
XHO96
Yadalwa nguwe imini, ngokunjalo nobusuku; ivela kuwe inyanga, ngokunjalo nelanga.
Krahaso
Eksploroni IINDUMISO 74:16
2
IINDUMISO 74:12
Kambe ke wena, Thixo, waba ngukumkani kwamandulo. Uyabahlangula abantu ehlabathini liphela.
Eksploroni IINDUMISO 74:12
3
IINDUMISO 74:17
Yamiswa nguwe imida yehlabathi; ngokukwanjalo ihlobo nobusika.
Eksploroni IINDUMISO 74:17