YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra UMARKO 6

1

UMARKO 6:31

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi kubo, Yizani nina ngasese kwindawo eyintlango, niphumle kancinane; kuba bebaninzi abezayo nabemkayo; babengenalo ke nethutyana lokuba badle.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 6:31

2

UMARKO 6:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wayesithi ke uYesu kubo, Umprofeti akasweli mbeko, kungaba kukowabo, nakwizizalwana zakhe, nakokwabo.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 6:4

3

UMARKO 6:34

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Uthe ke akuphuma uYesu, wabona isihlwele esikhulu; wasikwa yimfesane ngabo, ngokuba babenjengezimvu ezingenamalusi; waqala ukubafundisa iindawo ezininzi.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 6:34

4

UMARKO 6:5-6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wayengenako ukwenza namnye umsebenzi wamandla khona apho, kwakuphela ukubeka izandla phezu kwemilwelwe embalwa, wayiphilisa. Wamangaliswa kukungakholwa kwabo. Wayeyihambahamba imizana ejikeleza, efundisa.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 6:5-6

5

UMARKO 6:41-43

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi ekhangele ezulwini wasikelela, waziqhekeza izonka, wanika abafundi bakhe, ukuba babeke phambi kwabo; wathi neentlanzi zombini wazabela bona bonke. Badla ke bonke bahlutha. Baza basusa izitya zizele ngamaqhekeza zalishumi elinazibini, basusa nakwiintlanzi.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 6:41-43

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest