YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra UMARKO 5

1

UMARKO 5:34

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi ke kuyo, Ntombi yam, ukholo lwakho lukusindisile; hamba unoxolo, phila kweso sibetho sakho.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 5:34

2

UMARKO 5:25-26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Intokazi ethile, eyayinethombo legazi iminyaka elishumi elinamibini, eyayive ubunzima obuninzi kumagqirha amaninzi, eyayidleke konke ebinako, ingasizakali lutho, imana ukuba mandundu

Sammenlign

Utforsk UMARKO 5:25-26

3

UMARKO 5:29

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Watsha kwaoko umthombo wegazi layo; yeva emzimbeni wayo ukuba iphilisiwe kweso sibetho.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 5:29

4

UMARKO 5:41

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ambambe ngesandla umntwana, athi kuye, Talita, kumi; oko kukuthi, ngentetho evakalayo, Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka!

Sammenlign

Utforsk UMARKO 5:41

5

UMARKO 5:35-36

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuthi esathetha yena, kufike abakulomphathi wendlu yesikhungu, besithi, Intombi yakho ifile; usamkhathazelani na uMfundisi? Aze kwaoko uYesu, elivile elo zwi lithethwa, athi kumphathi wendlu yesikhungu, Musa ukoyika, kholwa kodwa wena.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 5:35-36

6

UMARKO 5:8-9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba ebethe kuye, Phuma emntwini apho, moyandini ungcolileyo. Wayembuza esithi, Ùngubani na wena igama? Waphendula esithi, NguMkhosi igama lam; kuba sibaninzi.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 5:8-9

Gratis leseplaner og andakter relatert til UMARKO 5

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest