YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra UMARKO 7

1

UMARKO 7:21-23

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

kuba ngaphakathi, kuyo intliziyo yomntu, kuphuma izicamango ezibi, ookukrexeza, oomibulo, ookubulala, oobusela, ookubawa, okungendawo, iinkohliso, uburheletyo, umona, ukunyelisa, ukukratsha, ukuswela kuqonda; zonke ezi zinto zingendawo ziphuma ngaphakathi, zimenze inqambi umntu.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 7:21-23

2

UMARKO 7:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

akukho nto ingaphandle komntu ethi ingena kuye ibe nako ukumenza inqambi; zizinto eziphumayo kuye ezimenza inqambi umntu.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 7:15

3

UMARKO 7:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphendula ke wathi kubo, Watyapha uIsaya ukuprofeta ngani, bahanahanisi, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Aba bantu bandibeka ngomlomo, Kanti yona intliziyo yabo ikude lee kum.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 7:6

4

UMARKO 7:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bafumana ke bendihlonela, Befundisa iimfundiso eziyimithetho yabantu. ()

Sammenlign

Utforsk UMARKO 7:7

5

UMARKO 7:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba nithi, niwuyeka okaThixo umthetho, nibambe isithethe sabantu esinjengeentlambo zeebhekile neendebe; naye nizenza nezinye izinto ezininzi ezinjengezo.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 7:8

Gratis leseplaner og andakter relatert til UMARKO 7

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest