YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra ULUKA 19

1

ULUKA 19:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

kuba uNyana woMntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 19:10

2

ULUKA 19:38

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

besithi, Makabongwe lo Kumkani uzayo egameni leNkosi; uxolo emazulwini, uzuko enyangweni.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 19:38

3

ULUKA 19:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Uthe ke uYesu kuye, Namhlanje kufiké usindiso kule ndlu, ngokokuba naye engunyana ka-Abraham

Sammenlign

Utforsk ULUKA 19:9

4

ULUKA 19:5-6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Akufika kuloo ndawo, wakhangela phezulu uYesu, wayibona, wathi kuyo, Zakeyu, khawuleza uhle; kuba namhlanje ndimelwe kukuhlala endlwini yakho. Wakhawuleza ke, wehla, wamamkela ngobubele, evuya.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 19:5-6

5

ULUKA 19:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wema ke uZakeyu, wathi kuyo iNkosi, Uyabona, isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinika amahlwempu; nokuba ndidlé into kabani ngokumtyhola, ndimbuyisela kané.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 19:8

6

ULUKA 19:39-40

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Abathile kubaFarisi esihlweleni apho bathi kuye, Mfundisi, bakhalimele abafundi bakho. Waphendula wathi kubo, Ndithi kuni, kungáthi kuthe cwaka aba, kunkqangaze amatye la.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 19:39-40

Gratis leseplaner og andakter relatert til ULUKA 19

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest