1
ULUKA 18:1
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke kaloku, wayethetha nomzekeliso kubo, wokuba bamelwe kukuhlala bethandaza, bangethi amandla; esithi
Sammenlign
Utforsk ULUKA 18:1
2
ULUKA 18:7-8
Ke yena uThixo akayi kukha abalungise na abanyulwa bakhe, abakhala kuye imini nobusuku, noko azeka kade umsindo ngabo? Ndithi kuni, Uya kubalungisa, abakhulule kamsinya. Kodwa ke akufika uNyana woMntu, wolufumana na ke ukholo ehlabathini apha?
Utforsk ULUKA 18:7-8
3
ULUKA 18:27
Uthe ke yena, Izinto ezingenakwenzeka kubantu, zinokwenzeka kuye uThixo.
Utforsk ULUKA 18:27
4
ULUKA 18:4-5
Kwaba mzuzu engavumi; kodwa kamva wathi ngaphakathi kwakhe, Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingamhlonele nomntu: noko, ngenxa yokuba lo mhlolokazi endibulala, ndomlungisa, ndimkhulule, hleze ade eze andaphule.
Utforsk ULUKA 18:4-5
5
ULUKA 18:17
Inene, ndithi kuni, Othe akabamkela ubukumkani bukaThixo njengomntwana, akasayi kukha angene kubo.
Utforsk ULUKA 18:17
6
ULUKA 18:16
Ke yena uYesu wazibizela kuye, wathi, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli; kuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.
Utforsk ULUKA 18:16
7
ULUKA 18:42
UYesu wathi kuyo, Buya ubone; ukholo lwakho lukusindisile.
Utforsk ULUKA 18:42
8
ULUKA 18:19
Uthe ke uYesu kuye, Yini na ukuba uthi ndilungile? Akukho ulungileyo, mnye kwaphela, nguThixo.
Utforsk ULUKA 18:19