ILEVITIKUS 9:24
ILEVITIKUS 9:24 XHO75
Kwaphuma umlilo ebusweni bukaYehova, walidla idini elinyukayo, namanqatha aphezu kwesibingelelo; babona bonke abantu, baduma, bawa ngobuso.