IEKSODUS 40:34-35

IEKSODUS 40:34-35 XHO75

Ilifu layigubungela intente yokuhlangana, ubuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. UMoses akaba nakungena ententeni yokuhlangana, ngokuba ilifu lahlala phezu kwayo, ubuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.

IEKSODUS 40 унших

IEKSODUS 40:34-35-д зориулсан видео