IEKSODUS 38:1
IEKSODUS 38:1 XHO75
Wasenza nesibingelelo sedini elinyukayo ngomngampunzi: ubude baso baba ziikubhite• ezintlanu, ububanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, sambombo-né; ukuphakama kwaso kwaziikubhite ezintathu.