IEKSODUS 29:45-46
IEKSODUS 29:45-46 XHO75
Ndohlala phakathi koonyana bakaSirayeli, ndibe nguThixo wabo; bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, owabakhuphayo ezweni laseYiputa, ukuba ndihlale phakathi kwabo: ndinguYehova uThixo wabo.