1
INUMERI 12:8
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ndiya kuthetha naye umlomo kumlomo, ngokubonakalayo, kungabi ngantsonkotha; ásikhangele yena isimilo sikaYehova. Yini na ukuba ningoyiki ukuthetha ngomkhonzi wam uMoses?
Харьцуулах
INUMERI 12:8 г судлах
2
INUMERI 12:3
Weva uYehova. Ke indoda le inguMoses ibilulamile kunene kunabantu bonke abasemhlabeni.
INUMERI 12:3 г судлах
3
INUMERI 12:6
Wathi, Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono, ndithethe kuye ephupheni.
INUMERI 12:6 г судлах
4
INUMERI 12:7
Akanjalo umkhonzi wam uMoses; unyanisekile yena endlwini yam yonke.
INUMERI 12:7 г судлах