1
IGENESIS 46:3
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi, NdinguThixo, uThixo wooyihlo, musa ukoyika ukuhla uye eYiputa; kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.
Харьцуулах
IGENESIS 46:3 г судлах
2
IGENESIS 46:4
Mna ndiya kuhla ndiye nawe eYiputa, ndinyuke nokunyuka nawe; uYosefu asibeke isandla sakhe phezu kwamehlo akho.
IGENESIS 46:4 г судлах
3
IGENESIS 46:29
UYosefu wayibopha inqwelo yakhe, wenyuka waya kumkhawulela uSirayeli uyise eGoshen. Bathe bakubonana, wawa entanyeni yakhe, walila umzuzu omkhulu entanyeni yakhe.
IGENESIS 46:29 г судлах
4
IGENESIS 46:30
Wathi uSirayeli kuYosefu, Ndibubonile nje ubuso bakho, ukuba ùsahleli, mandife ngoku.
IGENESIS 46:30 г судлах