1
IGENESIS 45:5
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ngoko musani ukuba buhlungu, ningaziqumbeli, ukuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithuma phambi kwenu ukuze ndisindise abantu.
Харьцуулах
IGENESIS 45:5 г судлах
2
IGENESIS 45:8
Ngoko ke àsinini abandithume apha, nguThixo; wandenza uyise kuFaro, nenkosi phezu kwayo yonke indlu yakhe, nomlawuli ezweni lonke laseYiputa.
IGENESIS 45:8 г судлах
3
IGENESIS 45:7
UThixo undithume phambi kwenu, ukuba ndinimisele amasalela ezweni, ukuba ndisindise ubomi benu, ibe kukusinda okukhulu.
IGENESIS 45:7 г судлах
4
IGENESIS 45:4
Wathi, uYosefu kubazalwana bakhe, Khanisondele kum apha. Basondela. Wathi, NdinguYosefu, umzalwana wenu, enathengisayo ngaye eYiputa.
IGENESIS 45:4 г судлах
5
IGENESIS 45:6
Kuba ngoku iminyaka mibini indlala ikho phakathi kwelizwe; isemihlanu iminyaka ezayo, ekungayi kubakho kulima nakuvuna ngayo.
IGENESIS 45:6 г судлах
6
IGENESIS 45:3
Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; usaphilile na ubawo? Ababa nako ukumphendula abazalwana bakhe; kuba bakhwankqiswa phambi kwakhe.
IGENESIS 45:3 г судлах