YouVersion лого
БиблиТѳлѳвлѳгѳѳнүүд Бичлэгүүд
Апп-ыг аваарай
Хэл сонгогч
Хайлтын дүрс

IEKSODUS 6-ын алдартай Библийн эшлэлүүд

1

IEKSODUS 6:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yithi ngoko koonyana bakaSirayeli, ndinguYehova: ndiya kunikhupha phantsi kwemithwalo yamaYiputa, ndinihlangule enkonzweni yawo, ndinihlawulele, ndinikhulule ngengalo eyolukileyo, nangezigwebo ezikhulu

Харьцуулах

IEKSODUS 6:6 г судлах

2

IEKSODUS 6:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ndinithàbathe nibe ngabantu bam, ndibe nguThixo wenu; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu, onikhuphayo phantsi kwemithwalo yamaYiputa

Харьцуулах

IEKSODUS 6:7 г судлах

3

IEKSODUS 6:8-9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ndiningènise ezweni endaphakamisa isandla sam ngalo, ukuba ndilinike uAbraham noIsake noYakobi; ndiya kulinika nina, libe lilifa: ndinguYehova. Watsho ke uMoses koonyana bakaSirayeli; abamphulaphulanga uMoses, ngenxa yokukhathazeka, nangenxa yomsebenzi onzima.

Харьцуулах

IEKSODUS 6:8-9 г судлах

4

IEKSODUS 6:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova kuMoses, Úya kukubona ngoku endiya kukwenza kuFaro, kuba ùya kubandulula, abagxothe ezweni lakhe ngesandla esithe nkqi.

Харьцуулах

IEKSODUS 6:1 г судлах

Өмнөх Бүлэг
Дараагийн Бүлэг
YouVersion

Таныг өдөр бүр Бурхантай дотно харилцаа тогтоохыг урамшуулж, уриалж байна.

Үйлчлэл

Тухай

Ажил мэргэжил

Сайн дурын ажилтан

Блог

Хэвлэл мэдээлэл

Хэрэгтэй холбоосууд

Тусламж

Хандивлах

Библийн орчуулгууд

Аудио Библи

Библийн хэлүүд

Ѳнѳѳдрийн эшлэл


Дижитал үйлчлэл

Life.Church
Монгол

©2026 Life.Church / YouVersion-ы

Нууцлалын бодлогоНөхцөл
Эмзэг байдлыг тодруулах хөтөлбөр
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest