YouVersion лого
БиблиТѳлѳвлѳгѳѳнүүд Бичлэгүүд
Апп-ыг аваарай
Хэл сонгогч
Хайлтын дүрс

IEKSODUS 5-ын алдартай Библийн эшлэлүүд

1

IEKSODUS 5:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Emveni koko beza ooMoses noAron, bathi kuFaro, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Bandulule abantu bam, bandenzele umthendeleko entlango.

Харьцуулах

IEKSODUS 5:1 г судлах

2

IEKSODUS 5:23

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kususela koko ndangenayo kuFaro, ndithetha egameni lakho, yena ubaphethe kakubi aba bantu; àkubahlangulanga nokubahlangula abantu bakho.

Харьцуулах

IEKSODUS 5:23 г судлах

3

IEKSODUS 5:22

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wabuyela kuYehova uMoses, esithi, Nkosi yam, yini na ukuba ubaphathe kakubi aba bantu? Yini na le nto uthume mna?

Харьцуулах

IEKSODUS 5:22 г судлах

4

IEKSODUS 5:2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uFaro, Ngubani na uYehova, ukuba ndiphulaphule izwi lakhe, lokuba ndindulule uSirayeli? Andimazi uYehova, kananjalo andiyi kumndulula uSirayeli.

Харьцуулах

IEKSODUS 5:2 г судлах

5

IEKSODUS 5:8-9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

nenani lezitena ababelenza njengokwangaphambili, bamiseleni lona; ize ningalinciphisi, kuba bayahiliza; kuko le nto bakhalayo, besithi, Masiye kubingelela kuThixo wethu. Mawube nzima umsebenzi phezu kwamadoda, asebenze wona, angaphulaphuli amazwi obuxoki.

Харьцуулах

IEKSODUS 5:8-9 г судлах

Өмнөх Бүлэг
Дараагийн Бүлэг
YouVersion

Таныг өдөр бүр Бурхантай дотно харилцаа тогтоохыг урамшуулж, уриалж байна.

Үйлчлэл

Тухай

Ажил мэргэжил

Сайн дурын ажилтан

Блог

Хэвлэл мэдээлэл

Хэрэгтэй холбоосууд

Тусламж

Хандивлах

Библийн орчуулгууд

Аудио Библи

Библийн хэлүүд

Ѳнѳѳдрийн эшлэл


Дижитал үйлчлэл

Life.Church
Монгол

©2026 Life.Church / YouVersion-ы

Нууцлалын бодлогоНөхцөл
Эмзэг байдлыг тодруулах хөтөлбөр
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest