1
IINDUMISO 148:13
IBHAYIBHILE
XHO96
Ewe, mabalibonge igama likaNdikhoyo; kaloku yena ngugama-khulu. Ke bona ubungangamsha bakhe bulivelele ihlabathi ndawonye namazulu.
Cymharu
Archwiliwch IINDUMISO 148:13
2
IINDUMISO 148:5
Ewe, mazilidumise igama likaNdikhoyo; kaloku yena wathetha ngelizwi, zabakho ke zona.
Archwiliwch IINDUMISO 148:5
3
IINDUMISO 148:1
Aa! Bayethe, Mhlekazi! Bongan' *uNdikhoyo, nimdumise emazulwini; mdumiseni kweliphezulu!
Archwiliwch IINDUMISO 148:1