1
AMAVA ENGQONDI 4:9-10
IBHAYIBHILE
XHO96
Kungcono abasebenzi babe babini kunokuba abe mnye, kuba baba nengeniso eyiyo ngomsebenzi wabo. Kaloku xa omnye ethe wawa omnye unokuphakamisa ugxa wakhe. Mawoo ke lowo uyedwa xa athe wawa! Akukho bani unokumphakamisa.
Cymharu
Archwiliwch AMAVA ENGQONDI 4:9-10
2
AMAVA ENGQONDI 4:12
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini banako ukumelana nohlaselo. Intsontelo ephindwe kathathu iqhawuka nzima.
Archwiliwch AMAVA ENGQONDI 4:12
3
AMAVA ENGQONDI 4:11
Ewe, xa ababini belala ngangubo-nye abagodoli. Kodwa ke kunzima ukufudumala xa ulele wedwa.
Archwiliwch AMAVA ENGQONDI 4:11
4
AMAVA ENGQONDI 4:6
Phofu ke akunani kwaintwana engephi, oyifumana wonwabile, kunentabalala ezuzwa ngembulaleko kusukelwana nomoya.
Archwiliwch AMAVA ENGQONDI 4:6
5
AMAVA ENGQONDI 4:4
Ndafumanisa ukuba into eyenza abantu babulaleke bazabalaze kangaka kukuxhalela abamelwane. Kambe ke naleyo ngamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.
Archwiliwch AMAVA ENGQONDI 4:4
6
AMAVA ENGQONDI 4:13
Endaweni yokumkani owalupheleyo osisityhakala esingeva nacebiso lilunge kanye igatyana lomfana olihlwempu xa enobulumko
Archwiliwch AMAVA ENGQONDI 4:13