YouVersion embleem
BybelLeesplanneVideo's
Kry die toep
Taalkieser
Soek-ikoon

Gewilde Bybelverse vanaf Ivangeli ka‐Maraki 3

1

Ivangeli ka‐Maraki 3:35

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ngokuba osukuba esenza intando KATIXO, enguye lowo umzalwana wam, nodade wam, noma̔.

Vergelyk

Verken Ivangeli ka‐Maraki 3:35

2

Ivangeli ka‐Maraki 3:28-29

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokwenene nditi kuni: Zonke izono baya kuxolelwa zona onyana babantu, nezigxeko abasukuba begxeka ngazo; kodwa osukuba egxeka UMOYA OYINGCWELE, akanalo uxolelwa kude kube ngunapakade, koko emelwa kukugwetywa okungunapakade.

Vergelyk

Verken Ivangeli ka‐Maraki 3:28-29

3

Ivangeli ka‐Maraki 3:24-25

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nobukumkani ukuba bupambene ngokwabo, abungeme ubukumkani obo: nendlu ukuba ipambene ngokwayo, ayingeme indlu leyo.

Vergelyk

Verken Ivangeli ka‐Maraki 3:24-25

4

Ivangeli ka‐Maraki 3:11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nomoya abanco̔lileyo, bati bakumbona, bawa pantsi pambi kwake, badanduluka, besiti: Ungunyana KATIXO wena.

Vergelyk

Verken Ivangeli ka‐Maraki 3:11

Gratis leesplanne en oordenkings oor Ivangeli ka‐Maraki 3

Vorige hoofstuk
Volgende hoofstuk
YouVersion

Moedig jou aan en daag jou uit om elke dag intimiteit met God op te soek.

Bediening

Iets oor ons

Loopbane

Vrywilliger

Webjoernaal

Media

Nuttige skakels

Hulp

Skenk

Bybelweergawes

Klankbybels

Bybeltale

Vers-van-die-dag


'n Digitale bediening van

Life.Church
Afrikaans (South Africa)

©2026 Life.Church / YouVersion

PrivaatheidsbeleidVoorwaardes
Program vir die openbaarmaking van kwesbaarheid
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest