1
2 KWABASETESALONIKA 3:3
IBHAYIBHILE
XHO96
Ithembekile yona kambe iNkosi. Yonikhusela inigcine kuhlaselo lwendoda enobuqhokolo.
Vergelyk
Verken 2 KWABASETESALONIKA 3:3
2
2 KWABASETESALONIKA 3:5
Ngamana yanithundeza iNkosi, nimthande uThixo, nibe nenyameko efuze ekaKrestu.
Verken 2 KWABASETESALONIKA 3:5
3
2 KWABASETESALONIKA 3:6
Ndiyaniyala, mawethu, ngegunya legama leNkosi uYesu Krestu, ukuba nizikhwebule nakubani othi ulikholwa abe engenwe ngumkhwa wokungakhathali, nakulowo uyidelayo imfundiso yethu.
Verken 2 KWABASETESALONIKA 3:6
4
2 KWABASETESALONIKA 3:2
Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe kubantu abakhohlakeleyo abanobuqhokolo. Kaloku asingabo bonke abantu abalwamkelayo udaba lweNkosi.
Verken 2 KWABASETESALONIKA 3:2