YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseRoma KwabaseRoma 2 的热门经文

1

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:3-4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ucinga na ke, mntundini ugweba abo bazenzayo izinto ezinjalo, ube usenza kwazona nawe, ukuthi, uya kusisaba na wena isigwebo sikaThixo? Okanye uyabudela na ubutyebi bobubele bakhe, nonyamezelo, nokuzeka kade umsindo; ungazi ukuba ububele bukaThixo bukusa enguqukweni?

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:3-4

2

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kungoko ndithi, Akunakuziphendulela, mntundini ugwebayo, nokuba ungubani; kuba ngokugweba omnye, uzigweba kwawena; kuba wena ugwebayo wenza kwaezo zinto.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:1

3

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba kuThixo akukho kukhetha buso.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:11

4

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:13

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngokuba angabevayo umthetho asingabo abangamalungisa phambi koThixo; kodwa abenzi bomthetho abaya kugwetyelwa.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:13

5

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

eya kubuyekeza elowo ngokwemisebenzi yakhe

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:6

6

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke bona abaneenkani, bengayilulameli inyaniso, balulamela intswela-bulungisa, nengqumbo, nengqumbo

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:8

7

KwabaseRoma KwabaseRoma 2:5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke uthi, ngokuba lukhuni kwakho, nentliziyo yakho engenakuguquka, uziqwebele ingqumbo, ngemini yengqumbo nokutyhilwa komgwebo onobulungisa kaThixo

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 2:5

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频