YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseRoma KwabaseRoma 1 的热门经文

1

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kaloku andinazintloni ngazo iindaba ezimnandi zikaKrestu, kuba zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, kumYuda kuqala, kwanakumGrike.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:16

2

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:17

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba ngazo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo, buphuma elukholweni buse elukholweni, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Olilungisa ke uya kudla ubomi ngokokholo.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:17

3

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba kwasekudalweni kwehlabathi, iindawo zakhe ezibe zingenakubonwa zibonwa kakuhle, ziqondeke, ngezinto ezenziweyo, kwa-amandla akhe angunaphakade, nobuThixo bakhe, ukuze bangabi nakuziphendulela

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:20

4

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngenxa enokuba bathe, bemazi uThixo, abamzukisa ngokoThixo, ababulela kuye; basuka bazizinto ezingento ezicamangweni zabo, yaza intliziyo yabo engenakuqonda yenziwa yamnyama

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:21

5

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:25

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

bona bananisele ubuxoki inyaniso kaThixo, basihlonela basikhonza isidalwa, begqitha kuMdali, ongowokubongwa kuse kuwo amaphakade. Amen.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:25

6

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba ityhilekile ingqumbo kaThixo ivela emazulwini, ichase konke ukungahloneli Thixo, nentswela-bulungisa yabantu, abayithintelayo inyaniso ngokuswela ukulungisa.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:18

7

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:26-28

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngenxa yoko, uThixo wabanikela ekuthabathekeni okulihlazo; kuba namankazana abo umsebenzi wasemvelweni awananisela okunxamnye nemvelo; Kwaza kwangokunjalo ke namadoda, ewushiya umsebenzi wenkazana wasemvelweni, avutha ngokukhanukana kwawo; amadoda esenza okuziintloni kumadoda, ezamkelela umbuyekezo wokulahleka kwawo, abemelwe ke nguwo. Njengokuba ke bekumangele ukuhlala bemazi kakuhle uThixo, uThixo wabanikela engqiqweni engacikidekileyo, ukuba benze izinto ezingafanelekileyo

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:26-28

8

KwabaseRoma KwabaseRoma 1:22-23

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

bathi besiba bazizilumko, besuka baba ziziyatha; baza ubuqaqawuli bukaThixo ongenakonakala babananisela intsobi yomfanekiselo womntu onokonakala, noweentaka, nowezinto ezizitho zine, nowezinambuzane.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 1:22-23

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频