YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseRoma KwabaseRoma 3 的热门经文

1

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:23-24

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba bonile bonke, basilelela eluzukweni lukaThixo; begwetyelwe ngesisa lubabalo lwakhe ngako ukukhululwa ngentlawulelo ekuYesu Kristu

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:23-24

2

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

ubulungisa ke bukaThixo, obungokukholwa kuYesu Kristu, bube bobabo bonke, buphezu kwabo bonke abakholwayo

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:22

3

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:25-26

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

athe uThixo wammisa, ukuba abe sisicamagushelo ngegazi lakhe, ngako ukukholwa, ukuze bubonakalaliswe ubulungisa bakhe ngenxa yokuyekelelwa kwezono ezibe zenziwe ngenxa engaphambili, ekunyamezeleni kukaThixo; ukuze bubonakalaliswe ubulungisa bakhe ngeli xesha lakalokunje, ukuze abe lilungisa, kwanomgwebeli walowo waselukholweni lukaYesu.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:25-26

4

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ke, ngokwasemisebenzini yomthetho, akuyi kugwetyelwa nyama emehlweni akhe; kuba isono saziwe ngokubakho komthetho.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:20

5

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:10-12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Akukho lungisa, hayi, nalinye; Akukho uqondayo; akukho umfunisisayo uThixo. Bonke baphambukile, abancedi lutho xa bebonke; Akukho wenza okulungileyo, hayi, nokuba abe mnye.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:10-12

6

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:28

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ke sigqiba kwelithi, umntu ugwetyelwa ngokholo, kungekho misebenzi yamthetho.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:28

7

KwabaseRoma KwabaseRoma 3:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nakanye! uThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho, Weyise ekugwetyweni.

对照

探索 KwabaseRoma KwabaseRoma 3:4

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频