1
KwabaseRoma KwabaseRoma 13:14
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Yambathani ke iNkosi uYesu Kristu
Thelekisa
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 13:14
2
KwabaseRoma KwabaseRoma 13:8
Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana; kuba omthandayo omnye uzalise umthetho.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 13:8
3
KwabaseRoma KwabaseRoma 13:1
Yonke imiphefumlo mayiwalulamele amagunya awongamileyo. Kuba akukho gunya lingelilo elivela kuThixo; amagunya ke akhoyo amiswe nguThixo.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 13:1
4
KwabaseRoma KwabaseRoma 13:12
Ubusuku buhambile, ukusa ke kusondele. Masiyilahle ngoko imisebenzi yobumnyama, sixhobe iintonga zokukhanya.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 13:12
5
KwabaseRoma KwabaseRoma 13:10
Uthando alusebenzi bubi kuye ummelwane; ngoko ke uthando luyinzaliseko yomthetho.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 13:10
6
KwabaseRoma KwabaseRoma 13:7
Ngoko ke bonke banikeni okubafaneleyo: lowo kufuneka irhafu kuye, mnike irhafu; isiko kubani; ukoyika kofanelwe kukoyikwa; imbeko kofanelwe yimbeko.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 13:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo