Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 13:8

KWABASEROMA 13:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana. Kaloku omthandayo omnye uwuthobele ngokupheleleyo umthetho.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana; kuba omthandayo omnye uzalise umthetho.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana. Kaloku omthandayo omnye uwuthobele ngokupheleleyo umthetho.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana; kuba omthandayo omnye uzalise umthetho.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ningabi netyala lanto emntwini, kupela libe lelokutandana; ngokuba otandayo omnye umntu efezile umteto.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo