Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 13:1

KWABASEROMA 13:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yonke imiphefumlo mayiwalulamele amagunya awongamileyo. Kuba akukho gunya lingelilo elivela kuThixo; amagunya ke akhoyo amiswe nguThixo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

MAYITI yonke imipefumlo ilulamele kumagunya apezulu kuyo: ngokuba kungeko gunya, kupela elivela KUTIXO; lomagunya akoyo amisiwe NGUTIXO.

KWABASEROMA 13:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wonke umntu makathobele abasemagunyeni, kuba akukho gunya lingaveli kuThixo. Amagunya akhoyo amiselwe nguThixo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yonke imiphefumlo mayiwalulamele amagunya awongamileyo. Kuba akukho gunya lingelilo elivela kuThixo; amagunya ke akhoyo amiswe nguThixo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13

KWABASEROMA 13:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

MAYITI yonke imipefumlo ilulamele kumagunya apezulu kuyo: ngokuba kungeko gunya, kupela elivela KUTIXO; lomagunya akoyo amisiwe NGUTIXO.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku

Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo